ZM
Zandisile M

1 reviews | Active since Dec 2025

08 Dec 2025, 11:22

Compliment

ULali ngumntu onobubele kwaye ofikelelekayo. Unomoya ophantsi futhi uyazimisela ekuncedeni abantu. Ndiyabulela Legal Wise ngobekha umntu ofana naye ngoba sithetha siyazi ukuba uLali uzayiqonda futhi sincedakale. Enkosi Lali.

0
Replies (0)