NC
Nocawe C

1 reviews | Active since Nov 2024

26 Nov 2024, 21:30

Kuthwe xana kusithiwa mandibhale apha ndaqonda soze ndingezi nandinceda

Kwafowna ubhuti ongu Akhona efownela umyeni wam nyani wacacisa nam ndeva ndaqonda ndiyavuya Kuba kaloku umyeni lona uhleli enamatyala amaninzi kwathiwa azokudityaniswa and asizokwazi ukuwasebenzisa ndaqonda Good Kuba kukho nearest card yaloTata nyani savumelana yonke into..oow ndiyabulela nakuSisi ogama lingu Sive umntu oneMbeko kwaye onesineke sibadala klk asizazi ezizinto thina kodwa waye wanyamezela umntwanomntu enkosini bethuna..

0
Replies (0)