1 reviews | Active since Sept 2026
Ackermans ******ies pensioners
Andazi yintoni lento nizimisele uqatha abantu abadal a oko ndi fumana uthothola lwe calls nase busuku ndingxolelwa ngemali engaka sekuthiwa ndayityala andikazombhatala ningekayilungisi losathana nimenzileyo andino ze nangelipi ixesha ndingena komasingcwabisane benu ndise zilalin ndine masingcwabisane bam imali yenu noba ndiyayityala Inga phantsi naku 1000 thatha ezamali kudala nizitya ***ubi nizibhatale ngapha koko ndim nani enkantolo yamatyala andizoniyeka niqhatha abantu bendodla yhini ndirhubuleke okuyintoni nglingene kwi to endin***aziyo kudala ndininxebezela oko maneja zenu zingafumaneki ngathi zenza into ebhadlileyo kodwa azenzi lento ziyibhatalelwayo usombulula ingxaki zethu nzanisa kwaba akwazi undilwelwa yeka I undixelela ma ndibhatalelwe until and until nilungise obubuthuvi ndifoneleni ***
